Ngawo lawo amagama oonyana baka-Aron, ababingeleli abathanjiswáyo, bamiselwa ukuba babe ngababingeleli.