Uze uthi kubo, Kuko oku ukudla kwasemlilweni enòkusondeza kuYehova: iimvana ezimbini ezimnyaka mnye ezigqibeleleyo, zemini ngemini, zedini elinyukayo lamaxesha onke;