waza umhlaba wawuvula umlomo wawo, wabaginya noKora ekufeni kwelo bandla, ekudleni komlilo amadoda angamakhulu omabini, anamanci mahlanu, aba ngumqondiso.