Wayilandela indoda engumSirayeli, waya egumbini, wabahlaba amahlànza bobabini, indoda engumSirayeli, nenkazana leyo esiswini sayo. Sathintelwa ke isibetho koonyana bakaSirayeli.