Yabona, abantu besuka njengengonyamakazi;Baziphakamisa njengengonyam' induna.Àbalali phantsi, bade badle okuqwengiweyo,Basele igazi labahlatyiweyo.