Kwathi ngomso, uBhalaki wamthabatha uBhileham, wamnyusa wamsa ezigangeni zikaBhahali.* Wabona khona wada wesa ekupheleni kwabantu.