Testamente Endala

Testamente Entsha

Inumeri 22:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uMowabhi kumadoda amakhulu akwaMidiyan, Ngoku esi sikhungu siya kukukhotha konke okungeenxa zonke kuthi, njengoko inkomo ilukhothayo uhlaza lwasendle. Ke uBhalaki, unyana kaTsipore, ubengukumkani wamaMowabhi ngelo xesha.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 22

imbono Inumeri 22:4 kwimeko