Testamente Endala

Testamente Entsha

Inumeri 16:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babizelana ndawonye ngoMoses nangoAron, bathi kubo, Nisenanele nina, ngokuba lingcwele lonke ibandla, bonke bephela; uYehova uphakathi kwabo. Yini na ukuba niziphakamise phezu kwesikhungu sikaYehova?

funda isahluko epheleleyo Inumeri 16

imbono Inumeri 16:3 kwimeko