Le nto ayiyi kuphumelela. Musani ukunyuka, kuba uYehova akakho phakathi kwenu; ningágxothwa ziintshaba zenu.