Ngokwenani lemihla enalihlola ngayo ilizwe, imihla emashumi mané, umhla ube ngumnyaka, niya kubuthwala ubugwenxa benu iminyaka emashumi mané, nikwàzi ukunishiya kwam.