Ndiya kubabetha ngendyikitya yokufa, ndibagqogqe; wena ndikwènze uhlanga olukhulu olunamandla kunabo.