Thumela amadoda, aye kuhlola ilizwe lakwaKanan, endibanike lona oonyana bakaSirayeli. Wòthumela indoda ibe nye kwisizwe sooyise, iyileyo ibe yeyinkulu kuso.