Ngubani na onjengeislumko esi? Ngubani na okwaziyo ukuconjululwa kwendawo? Ubulomko bomntu bukhanyisa ubuso bakhe, bugúqulwe ubungwanyalala bobuso bakhe.