Testamente Endala

Testamente Entsha

Intshumayeli 7:28-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. obumana ukuyifuna umphefumlo wam, ndingayifumani, nantsi: indoda enye ewakeni ndiyifumene, ke yona inkazana kulo lonke andiyifumananga.

29. Yabona, le nto yodwa ndiyifumene, yokuba uThixo wamenza umntu wathi tye; ke bona bafune ubuqili obuninzi.

funda isahluko epheleleyo Intshumayeli 7