Ndathetha mna nentliziyo yam, ndisithi, Yabona, mna ndikhulisé ndandisa ubulumko, ngaphezu kwabo bonke ababephethe iYerusalem phambi kwam; nentliziyo yam iboné kakhulu ubulumko nokwazi.