Ndayivulela mna intánda yam;Ke yona intánda yam ibijike yemka.Ndemkelwa ngumbilini yakuthetha;Ndayifuna, andayifumana;Ndayibiza, àyasabela.