Phumani, zintombi zaseZiyon, nimkhangele ukumkani uSolomon,Enesithsaba, awasinxitywa ngunina ngemini yokuzeka kwakhe,Nangemini yokuvuya kwentliziyo yakhe.