Yenza le nto ngoku, nyana wam, uzihlangule;Kuba uzifaké esandleni sommelwane wakho;Yiya, ziwise phantsi, umzame ummelwane wakho.