Indoda eyohlwaywa futhi, íyenze lukhuni intamo yayo,Iya kuchithakala ngephanyazo, kungabikho kuncedwa.