Nokuba ùthi, Yabona besingakwazi oko:Umlinganiseli weentliziyo yena akakuqondi na?Umgcini womphefumlo akakwazi na?Akayi kumbuyisela umntu ngokomsebenzi wakhe, yini na?