Uthi, Bándibetha, ándeva ntlungu;Bándintlitha, àndaba nanto ndiyaziyo;Ndiya kuvuka nini na? Ndiya kuphinda ke, ndiya kubuya ndiyifune.