Owanqandayo amazwi akhe unokwazi:Omoya upholileyo yindoda enengqondo.Kwanesimathane, ukuba sihleli sathi tu, kuthiwa sisilumko;Singàwuvingca umlomo waso, kuthiwa sinengqondo.