Ukurhweba ubulumko kungakanani na ukulunga kwako, ngaphezu kwegolide embiweyo!Nokurhweba ingqondo kungakanani na ukunyuleka kwako, ngaphezu kwesilivere!