Ngamazibulo odwa ezintweni ezizitho ziné, azítyulelwa kuYehova, angayi kungcwaliswa mntu, nokuba yinkomo, nokuba yimvu; ngakaYehova.