Makungabikho mntu ententeni yokuhlangana, ekungeneni kwakhe ukuya kucamagusha engcweleni, kude kube sekuphumeni kwakhe.Makazicamagushele okwakhe, nokwendlu yakhe, nokwesikhungu sonke samaSirayeli.