OoMoses noAron phakathi kwababingeleli bakhe,NoSamuweli phakathi kwabalinqulayo igama lakhe,Baye bebiza kuYehova, wabaphendula yena.