Ngokuba nguThixo wethu yena,Thina ke singabantu bokwalúswa nguye, nezimvu zesandla sakhe.Namhla, ukuba ninokuliva izwi lakhe,