Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 92:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Etyelwe nje endlwini kaYehova,Aya kutyatyamba ezintendelezweni zoThixo wethu.

14. Aya kuhluma eselenezimvi,Aya kuba etyebile, eluhlaza;

15. Ukuze axele ukuba uthe tye uYehova,Uliwa lam, kungekho bugqwetha kuye.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 92