Thixo, ábakhukhumali basukéle phezulu kum;Ibandla labanobungqwangangqwili lifuna umphefumlo wam;Àbakumisi wena phambi kwabo.