14. Bendiya kuzithoba kamsinya iintshaba zabo,Ndisibuyisele phezu kwababandezeli babo isandla sam.
15. Abamthiyayo uYehova bebeya kuhanahanisa kuye,Libe ngunaphakade ixesha labo.
16. Bendiya kubadlisa ingqolowa etyebileyo,Ndibahluthise ngobusi etsilini.