Wamisa isingqiniso kwaYakobi,Wabeka umyalelo kwaSirayeli,Awawumisela oobawo,Ukuba bawazíse oonyana babo;