Kwenyuka umsindo kaThixo waya kubo,Wabulala phakathi kwabatyebileyo babo,Wawawisa amadodana akwaSirayeli.