Makubekho intabalala yengqolowa ezweni, ise encotsheni yeentaba;Ukuqhama kwayo makurhashaze njengeLebhanon;Mabatyatyambe emizini yabo njengemifuno yomhlaba.