Thixo, ubulungisa bakho buye bafika phezulu;Wena uzenzayo izinto ezinkulu,Thixo, ngubani na onjengawe?