Abandithiyayo ngelizé baninzi ngaphezu kweenwele zentloko yam;Baninzi abandibangisayo, abaziintshaba zam bexoka;Into endingayiphanganga bathi mandiyibuyise.