Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 69:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena uyakwazi ukungcikivwa kwam, nokudaniswa kwam, nokuhlazwa kwam;Baphambi kwakho bonke abandibandezelayo.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 69

imbono Iindumiso 69:19 kwimeko