Vumani kuThixo, libetheleni uhadi igama lakhe;Menzeleni umendo ophakamileyo, ulokhwela ecanda ezinkqantosini,Ogama lakhe linguYehova; nidlamke phambi kwakhe.