Ùwuvelele umhlaba, wawunyéla,Wawutyebisa kakhulu.Umjelo kaThixo uzele ngamanzi:Walungisa ingqolowa yabo, ngokuba uwenjenje ukuwulungisa.