Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 61:5-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. Ngokuba wena, Thixo, uzivile izibhambathiso zam;Ubaniké ilifa abaloyikayo igama lakho.

6. Ùya kongeza imihla emihleni yokumkani;Iminyaka yakhe iya kuba njengezizukulwana ngezizukulwana;

7. Úya kuhlala ngonaphakade phambi koThixo;Mmisele inceba nenyaniso, ukuba zimlondoloze.

8. Kukhona ndiya kulibethela uhadi igama lakho ngonaphakade,Ndizizalise izibhambathiso zam imihla ngemihla.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 61