Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 59:16-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Ke mna, ndiya kuvuma ngamandla akho,Ndimemelele kwakusasa ngenceba yakho,Kuba ubuyingxonde kum,Nendawo endisabela kuyo ngemini yokubandezelwa kwam.

17. Mandla am, ndiya kukubethela uhadi;Ngokuba uThixo yingxonde yam, nguThixo wam onenceba.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 59