Umthwalo wakho wulahlele kuYehova; yena wokuzimasa;Akayi kuliyekela ilungisa lishukunyiswe naphakade.