Yekani, nazi ukuba ndinguThixo mna.Ndiya kuphakanyiswa ezintlangeni, ndiya kuphakanyiswa ehlabathini.