Ndiya kulikhankanya igama lakho kwizizukulwana ngezizukulwana zonke;Ngenxa yoko izizwe ziya kubulela kuwe ngonaphakade kanaphakade.