Yehova, Thixo wam, wena wenze okuninzi ngemisebenzi yakho ebalulekileyo,Nangeengcinga zakho kuthi;Akukho nto inokulinganiswa nawe;Okanye bendiya kuyixela, ndithethe ngayo;Ke ziyinkohla engenakubalwa.