Wandirhola emhadini wentshabalalo, naseludakeni lomgxobhozo,Wazimisa eliweni iinyawo zam, wakuqinisa ukunyathela kwam.