36. Kwadlula umntu, nanko engasekho; Ndamfuna, akafumaneka.
37. Gcina ogqibeleleyo, ukhangele othe tye;Ngokuba izivela-mva zezomntu woxolo.
38. Ke bona abangendawo batshatyalaliswa kuphele;Izivela-mva zongendawo ziyanqanyulwa.
39. Usindiso lwamalungisa luphuma kuYehova;Uligwiba lawo ngexesha lembandezelo.
40. UYehova uyawanceda, awasindise,Awasindise kongendawo, awasindise,Ngokuba azímela ngaye.