Ndaka ndamtsha, kungokunje ndimdala;Ukanti andizanga ndilibone ilungisa lishiywa,Nembewu yalo ivukela ukutya.