Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 37:18-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. NguYehova umazi wemihla yabagqibeleleyo,Nelifa labo liya kuba ngunaphakade.

19. Àbayi kudana ngexesha lobubi;Baya kuhlutha ngeemini zendlala:

20. Ngokuba abangendawo bayatshabalala;Iintshaba zikaYehova zinjengobuhle bamadlelo;Ziya kuphela njengomsi, ziphele.

21. Úyaboleka ongendawo, angabuyisi;Ke lona ilungisa liyababala, liphe.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 37