Ke mna ndathi ekuphakuzeleni kwam,Ndinqanyúlwe andabakho emehlweni akho.Waliva noko izwi lokukhunga kwam ekuzibikeni kwam kuwe.