Ndidanduluka kuwe, Yehova;Liwa lam, musa ukuzenza isithulu;Hleze, wakuthi cwaka kum,Ndifane nabahla baye emhadini.